27/05/2026
Molweni bantu bakuthi. Oku kunazisa ngenkonzo entsha yokuhambisa iipasela ezincinci eniyiphathelwa ngabakwa T3 Couriers, phakathi kwezi dolophu zilandelayo
Peddie
Qonce ( King Williams Town)
Makhanda ( Grahamstown)
Sithatha ipasela yakho kuwe edolophini siyoyinikezela kulo mntu uyithumela kuye edolophini leyo akuyo kwezi zikhankanyiweyo.
Opening Special: sine special okanye inkonzo ekhethekileyo yethutyana eloluhlobo👉🏾 inkonzo yokuthunywa (messenger service). Uba unezinto ezincinane ofuna sizilande kulondawo uthenga kuyo, mhlawumbi ungumathenga ethengisa siyakwazi ukuyela sizithenge okanye sizilande okanye sizise ungabhatalanga mali yongezekileyo.
R50 ixabiso ebuncinaneni lokusa okanye ukulanda ipasela ekumyinge othile, ebunzima bungadlulanga ku 5kg.
Okwangoku sihambisa iipasela kanye ngeveki ngemivulo phakathi kwe Peddie ne Qonce, ngoluhlobo.
Peddie to Qonce I courier isuka 10am ekseni. Fika nepasela yakho e Peddie e town ngakwa Pep phakathi ko 7am no 9h55 am ekuseni.
Qonce to Peddie I courier isuka ngo 2pm emva kwemini. Fika edolophoni e Qonce nepasela yakho e garage e steers phakathi ko 11:45pm emini no 1h55 pm emva kwemini. Ukuba use Peddie fumana ipasela yakho esuka e Qonce ngo 2h45 pm ukuya ku 5h00pm emva kwemini ngomvulo njalo okanye nanini ukusukela Monday ukuya Friday ngakwa Pep e Peddie 8am to 5pm.
Tsalela umnxeba okanye Whatsapp kule number 067 564 7998 ufumane ingcombolo.
Masonge kwindleko zokhenketho.
EnkosiMolweni bantu bakuthi. Oku kunazisa ngenkonzo entsha yokuhambisa iipasela ezincinci eniyiphathelwa ngabakwa T3 Couriers, phakathi kwezi dolophu zilandelayo

Enkosi