Mzondi's transport services

Mzondi's transport services Ndithutha iimpahla ezinjenge Furniture, amazinki,amacingo,fridge,stove,umngcwabo nayo yonke into ofu delivering goods

15/12/2022

Molten bakhaya ndikhona ndisafumaneka bakuthi ndinigoduse plz ntozakuthi

26/05/2022

Enkosi kakhulu nge likes zenu bakwethu ndibamba ngazozozibini mawethu ndiyafumaneka kwabandidingayo bakhaya ndisazithutha iimpahla

04/05/2022

Molwen bahlali usekhona uMzondi kuncedo eniludingayo ndingowenu sisaqhubeka nothutha iimpahla enkoso mzontsundu

15/12/2021

Sisaqhubeka ngomlayisho bakuthi silayisha yonke into ofuna ihambe ngamaxabiso afikelelekayo ndizlinde ezo inbox zenu nkosi

31/03/2021

Molwen bahlali transport khona eya Eastern cape from Cape Town naxa ufuna ugodusa izinto zakho feel free to inbox me for imibuzo ndovuyiswa yintsebenziswano yenu mawethu

03/02/2021

Molwen kwakhona bahlali sisaqhuba nakulonyaka sisalsysha kwabadinga uncedwa inbox nzobuyela kuwe

28/10/2020

Molweni kwakhona bantu benkosi,imoto isekhona ngolwezine from Cape town to Eastern Cape siyakulanda sikubuyise futhi apho ukhoyo,nempahla zakho ofuna zigoduswe ntsebenziswano balulekile bakuthi ndisafumaneka kweza nmbr azikatshintshi

27/07/2020

Molweni kwakhona bantu benkosi,ikhona imoto ephumayo ngolwesihlanu apha eKapa iya ngase Mthatha ukuba ikhona ofuna ukuyigodusa okanye ofuna sibuye nayo plz contact me on 078 3010 187 masizigoduse bakuthi enkosi

24/07/2020

Bantu BaseKapa ndikhona abafuna ugodusa izinto zabo can contact or call me plz udecember ufikile masizigoduse bakuthi

02/06/2020

Bantu benkosi ikhona iimoto eyehlayo kusasa ndicela abo ke banazo abafana zihle ngomso okanye nge weekend nganganditsalela mawethu okanye uthmele umyalezo Siyaya nase Qonce kuya koLitha Phakamisa masizigoduse bakhaya

24/05/2020

Molweni kwakho ngalentsasa ndithathe elithuba ndibulele nge likes zenu bakuthi qhubekani nindixhase mawethu,ndisaqhuba nokwehlisa iimpahla bakuthi owmawukwenze kusthumela umlayezo noma ofowne siyafumaneka ndikuzele apho ukhoyo siyaqhuba andina lockdown masizigoduse bakuthi

11/12/2019

Molwen kwakhona I transport iyafumaneka kwabayidingayo sisekhona I space kwabafuna ugoduka kule weekend just call to book for wena ne mpahla zakho kule nmbr 078 3010 187 enkosi mawethu

Address

871 Mlungisi
Stutterheim

Opening Hours

Monday 09:00 - 17:00
Tuesday 09:00 - 17:00
Wednesday 09:00 - 17:00
Thursday 09:00 - 17:00
Friday 09:00 - 17:00
Saturday 08:00 - 17:00
Sunday 08:00 - 17:00

Telephone

+27783010187

Alerts

Be the first to know and let us send you an email when Mzondi's transport services posts news and promotions. Your email address will not be used for any other purpose, and you can unsubscribe at any time.

Contact The Business

Send a message to Mzondi's transport services:

Share